Ndibi ndichulumacha, wándivithavitha,Wandibamba ngentamo, wandihlekeza,Wandimisa ndaba yitekeni* kuye.