Imisiwe nje imihla yakhe,Liyaziwa nguwe inani leenyanga zakhe;Umenzéle ke umda wakhe ongenakugqithwa.