Úhlaziye amangqina akho phambi kwam;Úyandise ingqumbo yakho kum,Ibe kukukhululana kwemikhosi eza kum.