Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 9:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ayaba intloko yam ibingamanzi, amehlo am aba lithende leenyembezi; bendiya kubalilela imini nobusuku ababuleweyo bentombi yabantu bakowethu!

2. Akwaba bendinendawo yokulalisa kwabahambi entlango; bendiya kubashiya abantu bakowethu, ndimke kubo! Ngokuba bonke ngabakrexezi, yingqungquthela yamanginingini.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 9