Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 6:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova ukuthi, Yimani ezindleleni, nikhangele, nibuze umendo ongunaphakade, ukuba yiyiphi na indlela yokulungileyo, nihambe ngayo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu; báthi ke bona, Asiyi kuhamba ngayo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 6

imbono Uyeremiya 6:16 kwimeko