Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 48:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wonwaba uMowabhi kwasebuncinaneni bakhe, wee tywa phezu kweentsipho zakhe; akakhutshelwanga kwesinye isitya, akahambanga efuduswa; ngenxa yoko isongo sakhe sihleli kuye, nevumba lakhe aliguqukanga.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 48

imbono Uyeremiya 48:11 kwimeko