Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 44:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuyi kubakho usindayo, usalayo, kumasalela akwaYuda, abezé kuphambukela khona ezweni leYiputa, ukuba abuyele ezweni lakwaYuda, elo lizwe ayiphakamisele kulo imiphefumlo yawo ukubuyela kulo, ukuba ahlale khona; ngokuba abayi kubuya, ingengabasinda ngokubhungca.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 44

imbono Uyeremiya 44:14 kwimeko