UYohanan unyana kaKareha, nabo bonke abathetheli bezimpi, nabantu bonke, àbaliphulaphula ilizwi likaYehova lokuba bahlale elizweni lakwaYuda.