Ke uIshmayeli unyana kaNetaniya wasínda, enamadoda asibhozo, ebusweni bukaYohanan, waya koonyana baka-Amon.