Bambuza uBharuki, besithi, Khawusixelele, ùtheni na ukuwabhala onke la mazwi ephuma emlonyeni wakhe?