Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 35:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Siliphuláphule ke izwi likaYonadabhi unyana kaRekabhi, ubawo, kuko konke awasiwisela umthetho ngako, ukuba singaseli wayini yonke imihla yethu, thina, nabafazi bethu, noonyana bethu, neentombi zethu;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 35

imbono Uyeremiya 35:8 kwimeko