Kuya kuthengwa amasimi kweli lizwe nìthi, Kusenkangala, alinabantu nankomo, linikelwe esandleni samaKaledi.