Utsho uYehova ukuthi, Yabona ndiya kukubuyisa ukuthinjwa kweentente zikaYakobi, ndibe nemfesane ngenxa yeminquba yakhe; umzi wakhèlwe emmangweni wawo, luhlalwe uxande olude ngokwesiko lalo.