Ukhalelani na ngenxa yokwaphuka kwakho? Asikuko nokuba ùyabulala umvandedwa wakho! Ndizenzile ezo nto kuwe ngenxa yobuninzi bobugwenxa bakho, nangenxa yokuba zininzi izono zakho.