Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 30:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ndinawe, utsho uYehova, ukuze ndikusindise; ngokuba ndiya kuzigqibela kuphele iintlanga zonke endakuphangalalisela kuzo; kodwa andiyi kukugqibela kuphele; ndokuthethisa ngokusesikweni, ndingàthi umsulwa kwakanye.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 30

imbono Uyeremiya 30:11 kwimeko