Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 29:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ngokusingisele kuAhabhi unyana kaKolaya, nakuZedekiya unyana kaMahaseya, abaniprofetela ubuxoki egameni lam, ukuthi, Yabonani, ndibanikela esandleni sikaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, ababulale emehlweni enu;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 29

imbono Uyeremiya 29:21 kwimeko