Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 26:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waweva ke ukumkani uYehoyakim, namagorha akhe onke, nabathetheli bonke, amazwi akhe; ukumkani wafuna ukumbulala. Weva u-Uriya, woyika, wasaba waya eYiputa.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 26

imbono Uyeremiya 26:21 kwimeko