Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 26:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bambulala na ke uHezekiya ukumkani wakwaYuda namaYuda onke? Àkoyikanga uYehova na, wambongoza uYehova, waza uYehova wazohlwaya ngenxa yobubi abebuthethile ngabo? Thina ke, sènze na ububi obukhulu kwimiphefumlo yethu?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 26

imbono Uyeremiya 26:19 kwimeko