Kubaprofeti bakwaSamari ndibone ubufedelele; baprofeta ngoBhahali,* belahlekisa abantu bam amaSirayeli.