Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 22:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko utsho uYehova ngoYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ukuthi, Àbayi kummbambazelela, besithi, Yoo, mnakwethu! yoo, dade wethu! Àbayi kummbambazelela, besithi, Yoo, nkosi! Yoo, ndili yakhe!

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 22

imbono Uyeremiya 22:18 kwimeko