Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 21:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabonani, ndichasene nani, bemi bentili, beliwa lehewu, utsho uYehova; nina bàthi, Ngubani na oya kuhla phezu kwethu? ngubani na oya kusingenela emakhaya?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 21

imbono Uyeremiya 21:13 kwimeko