Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 20:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Yabona, ndikwenza ukuba uzinxunguphalise wena ngokwakho, nabo bonke abakuthandayo; bawe likrele leentshaba zabo, abone amehlo akho, ndiwanikèle onke amaYuda esandleni sokumkani waseBhabhedi, abafudusele eBhabheli, ababulale ngekrele.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 20

imbono Uyeremiya 20:4 kwimeko