Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 20:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ndivile intlebendwane yabaninzi, bathi, Kukunxunguphala ngeenxa zonke. Xelani, simxele. Bonke abafo ababexolelene nam balinde ukuqhwalela kwam; bathi, Mhlawumbi angárhwebesheka, simeyise, simphindezele.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 20

imbono Uyeremiya 20:10 kwimeko