Makuvakale ukukhala ezindlwini zabo, xa abuzisela amatutu ngesiquphe; ngokuba bambé isihogo sokundibambisa, iinyawo zam bazifihlela izibatha.