Kuya kuvuzwa ngobubi na esikhundleni sokulungileyo, ukuba bawumbele isihogo nje umphefumlo wam? Khumbula ukuma kwam phambi kwakho, ukuba ndithèthe okulungileyo ngabo, ukuba ndibuyise ubushushu bakho kubo.