Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyeremiya 17:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova watsho kum ukuthi, Hamba uye kuma esangweni loonyana babantu, abangena ngalo ookumkani bakwaYuda, abaphuma ngalo, nasemasangweni onke aseYerusalem;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 17

imbono Uyeremiya 17:19 kwimeko