Uyeremiya 16:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Kwafika ilizwi likaYehova kum, lisithi, Uze ungazeki mfazi, ungabi nanyana nazintombi kule ndawo.