Testamente Endala

Testamente Entsha

Urute 3:17-18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. Wathi, Indiniké ezi zilinganiso zerhasi; ngokuba yayisithi, Musa ukuya kunyokozala ulambatha.

18. Wathi, Hlala, ntombi yam, ude wazi okuya kuhla; kuba indoda leyo ayiyi kuphumla, ingakuphelisanga oku namhla.

funda isahluko epheleleyo Urute 3