Testamente Endala

Testamente Entsha

Urute 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

amehlo akho makabe sentsimini oyivunayo wona, uwulandele; yabona, abafana bakwam ndibawisele umthetho wokuba bangakuchukumisi; xa unxaniweyo, yiya ezityeni, usele into ekhiwe ngabafana.

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:9 kwimeko