Testamente Endala

Testamente Entsha

Urute 2:22-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Wathi uNahomi kuRute umolokazana wakhe, Kulungile, ntombi yam, ukuba uphume nomthinjana wakhe, ukuze ungàfikelwa mntu ukwenye intsimi.

23. Wanamathela kumthinjana kaBhohazi, wabhikica, kwada kwagqitywa ukuvunwa kwerhasi nokuvunwa kwengqolowa; wahlala noninazala.

funda isahluko epheleleyo Urute 2