Wathi yena, Ùyabona, umkhuluwakazi wakho ubuyéle kubantu bakowabo, nakoothixo bakowabo; buya nawe, ulandele umkhuluwakazi wakho.