Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 9:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi abaLevi, ooYeshuwa, noKademiyeli, noBhani, noHashabheneya, noSherebhiya, noHodiya, noShebhaniya, noPetaya:Sukani nime. Bongani uYehova uThixo wenu, kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni.Malibongwe igama lobuqaqawuli bakho, elikuphakameleyo konke ukubonga nokudumisa.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:5 kwimeko