Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 9:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bangena ke oonyana abo, balihlutha ilizwe elo; wabathoba phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan, wawanikela ezandleni zabo, ookumkani bawo nezizwe zelizwe elo, ukuba benze kuzo ngokuzithandela kwabo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:24 kwimeko