Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 8:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wema ke uEzra umbhali esikhwelweni somthi, ababesenzele loo nto. Kwema ngakuye uMatitiya, noShema, noAnaya, noUriya, noHilekiya, noMahaseya, ngasekunene kwakhe; ngasekholo yanguPedaya, noMishayeli, noMalekiya, noHashum, noHashebhadana, noZekariya, noMeshulam.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 8

imbono Unehemiya 8:4 kwimeko