Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwathi, lwakwakhiwa udonga, ndazifaka iingcango; bamiswa abamasango, nabavumi, nabaLevi, ukuba bagcine umsebenzi wabo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7

imbono Unehemiya 7:1 kwimeko