kubhalwe kuyo kwathiwa, Kuvakele ezintlangeni, utsho noGashemu ukuthi, Wena namaYuda nicinga ukugwilika; ùlwakha ngenxa yoko udonga olo; ùnqwenele ukuba ngukumkani wawo, ngokwaloo mazwi.