Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo kususela kumhla endamiselwa ukuba ndibe libamba labo ezweni lakwaYuda, ndithabathela kumnyaka wamashumi amabini, ndezisa kumnyaka wamashumi amathathu anamibini ka-Artashashta ukumkani, iyiminyaka elishumi elinamibini, mna nabazalwana bam asidlanga kudla kwabamba.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 5

imbono Unehemiya 5:14 kwimeko