Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isango lodonga oludala lalilungiswa ngoYoyada unyana kaPaseha, noMeshulam unyana kaBhesodiya; bona balihlanganisa ngemiqadi; bazifaka iingcango zalo nezitshixo zalo nemivalo yalo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:6 kwimeko