Wesuka ke uEliyashibhi umbingeleli omkhulu, nabazalwana bakhe ababingeleli, balakha isango lempahla emfutshane; balingcwalisa bona; bazimisa iingcango zalo, bákha besa enqabeni ende yeMeha, bayingcwalisa, besa enqabeni ende kaHananeli.