nencwadi eya kuAsafu, umgcini wehlathi lokumkani, ukuba andinike imithi yemiqadi yamasango enqaba elunge kwindlu, neyodonga lomzi, neyendlu endiya kuhlala kuyo.Wandinika ke ukumkani ngokwesandla sikaThixo esilungileyo esiphezu kwam.