1. Ngabo aba ababingeleli nabaLevi, abenyuka noZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, noYeshuwa: ibinguSeraya, noYeremiya, noEzra,
2. noAmariya, noMaluki, noHatushe,
3. noShekaniya, noRehum, noMeremoti,
4. noIdo, noGinetohi, noAbhiya,
5. noMiyamin, noMahadiya, noBhilega,
6. noShemaya, noYoyaribhi, noYedaya,
7. noSalu, noAmoki, noHilekiya, noYedaya. Abo ibiziintloko zababingeleli nabazalwana babo, emihleni kaYeshuwa.