Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 12:1-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngabo aba ababingeleli nabaLevi, abenyuka noZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, noYeshuwa: ibinguSeraya, noYeremiya, noEzra,

2. noAmariya, noMaluki, noHatushe,

3. noShekaniya, noRehum, noMeremoti,

4. noIdo, noGinetohi, noAbhiya,

5. noMiyamin, noMahadiya, noBhilega,

6. noShemaya, noYoyaribhi, noYedaya,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 12