Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 10:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngenxa yezonka ezicwangcisiweyo, nomnikelo wokudla wamaxesha onke, nangenxa yedini elinyukayo lamaxesha onke, nelesabatha, nelokuthwasa kwenyanga, nangenxa yamaxesha amisiweyo, nangenxa yezinto ezingcwele, nangenxa yamadini ezono okucamagushela amaSirayeli, nomsebenzi wonke wendlu kaThixo wethu.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 10

imbono Unehemiya 10:33 kwimeko