Unehemiya 10:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Abo ke bawutywinayo: nguNehemiya irhuluneli, unyana kaHakaliya, noZedekiya, noHatushe, noShebhaniya, noMaluki,