Athi ke, abo bacinga ubutshinga, basebènze ububi ezililini zabo! abathi ekukhanyeni kwengomso babenze, ngokuba isandla sabo singuthixo wabo.