Uthi uYehova, Ndinithandile; ke nina nithi, Ùsithandé ngokuthini na? UEsawu asingumkhuluwa kaYakobi na? utsho uYehova; ukanti ndathanda ke uYakobi;