Ndasondela kumprofetikazi, wamitha, wazala unyana. Wathi uYehova kum, Yithi igama lakhe nguMaxhoba-ayakhawuleza-iinto-eziphangiweyo-zingxamile.