Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 66:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kubazìsa bonke abazalwana benu, bevela nabo ezintlangeni zonke, bengumnikelo kuYehova, bekhwele emahasheni, nasezinqwelweni, nasemathaleni, nakoondlebende, nakwiinkamelakazi, benyuke entabeni yam engcwele eYerusalem, utsho uYehova; kwanjengokuba oonyana bakaSirayeli bewuzisa umnikelo wokudla ngesitya esihlambulukileyo endlwini kaYehova.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 66

imbono Uisaya 66:20 kwimeko