Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 64:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùmkhawulele onemihlali, enze ubulungisa, ekukukhumbuleni kwabo ezindleleni zakho. Yabona, wena ubunoburhalarhume, masibe ke singaboni; kudala sikwezo zinto; sosindiswa na ke?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 64

imbono Uisaya 64:5 kwimeko