Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 63:16-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Kuba ùngubawo wena, ngokuba uAbraham engasazi, uSirayeli engasinakani; wena, Yehova, unguBawo, uMkhululi wethu ligama lakho kwasephakadeni.

17. Yini na ukuba usiyeke sidungudele, Yehova, simke ezindleleni zakho, uyiqaqadekise intliziyo yethu, singakoyiki wena? Búya, ngenxa yabakhonzi bakho, izizwe zelifa lakho.

18. Abantu bakho abangcwele bádla ilifa umzuzwana; ababandezeli bethu báyigqusha ingcwele yakho.

19. Sisuke saba njengabo ungabalawulanga kwasephakadeni, abangabizwanga ngegama lakho.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 63